


116 BONA XHOSA-June 





EZINYE
IZIZATHU EZIBINI ZOKUKHETHA
INEW FREEDOM
Ngoku iNew Freedom, eyona mveliso yokhuseleko yaziwayo eMzantsi-Afrika ikunika ezinye izizathu ezimbini ezenza ukuba uyonwabele inkululeko yokuba nguwe.
Entsha iNew FreedomPlus Wings Entsha iNew FreedomPlus Wings iyakukushiya uziva womile, udlamkile kwaye uzithemba. Zihlala kakuhle kwimpahla yakho yangaphantsi, zikhusele intlekele enokwenzeka kwaye zenza ingqondo yakho ikhululeke kwezo ntsuku!
Kwaye...iNew FreedomBody Shaped Pads zenziwe ngendlela eyenza ukuba ziqhushekeke ngobunono kanye kwiikona zakho zomzimba. Oku kuthetha ukuba zizinza kakuhle, zinokhuseleko kwaye ziyakukuqinisekisa ukuba aziyi kugungqa. Ezi NewFreedomBody Shaped Pads zenziwe ngomqhaphu, zithambileyo, nezikhululekileyo zongeza umlinganiselo omtsha kukhuseleko lwababhinqileyo
Ezi New Freedom zinokhuseleko olulodwa lokukugcina udlamkile kwaye womile.Ukuza kokuthi ga ngoku iipads eziphuculweyo ubuzifumana ngexabiso eliphezulu, kodwa ngoku iNew FreedomPlus Wings ne Body Shaped Pads unokuzifumana ngexabiso eliphantsi kakhulu kwivenkile yakho ekufutshane. Iipantyliners neepads zakwaNew Freedom ziyakuzanelisa iimfuno zakho yonke imihla enyangeni.
Abafundi abangamashumi amane beBona abanethamsanqa bayakuzuza isixa seNEW FREEDOM Plus Wings kunye neNEW FREEDOM Body Shaped Pads. Thumela igama lakho nedilesi kule dilesi ingezantsi ngaphambi komhla wama-30 kujuni,  1995.




BONA XHOSA - June 1995 117

OMO MAILBAG

Ukuba ngaba uba nengxaki ngosuku lwakho lokuhlamba impahla nceda ubhalele kwaOmo Mailbag, P.O.Box 1000, Durban1 4000 uzokuphendulwa, okanye utsalele umnxeba kule nombolo ingahlawuletwayo 0800-33281 1. Usenokuphulaphula nakwinkqubo yethu kanomathotholo - uluhlu lwezikhululo namaxesha okusasazwa kwale nkqubo lufumaneka ekupheleni
nkqaku.
Siyanibulisa apha kwaOmo Mailbag, sinibulela ngeencwadi zenu ezimnandi. Kule nyanga sikhethe incwadi esiyibhalelwe ngu..Nksk Laura Khumalo, waseKrugersdorp. Uthi umangaliswe kakhulu kukufumanisa ukuba icephe nje le omo lihlamba impahla eninzi. Ucebisa ukuba abahlobo bakhe basebenzise iOmo Micro. Kunjalo, Nksk Khumalo -
iOmo Micro enedoublestrength power foam ikwenza ungayikhaleli imali yakho. Kuba kaloku iyi double-strength, inezinto ezininzi kuyo ngaphezu kwezinye iisepha kwaye inefat-remover eyongezelelweyo ukuqinisekisa ukuba impahla yakho icoceke ngaphezu kunakuqala. Ukuba ngaba ufuna ezona ziphumo zihle landela imiyalelo esebhokisin! usebenzise umgubo olingeneyo.
INDLELA YOKUSUSA AMABALA
Khutyula ibala elo
kangangoko unako. Uhlambulule emanzini abandayo, wenze intlama ngeOmo Micro uyifake kwibala elo uliyeke imizuzwana. Ekugqibeleni yihlambe ngokwesiqhelo impahla leyo nge omo Micro.
Phulaphula ezi zikhulo zkanomathothol:

Radio Zulu - NgoMvulo ngo
2.3Opm
Radio Xhosa - NgolwesiBini -
1O.OOam
Radio Ndebele - NgolwesiBini -9.3Oam
Radio Sesotho - NgoMvulo -2.OOpm
Radio Lebowa- NgolwesiThathu
 11.35am (North Sotho) Radio Swazi - NgolwesiNe -2.OOpm
Radio Setswana - Ngolwesine -1O.3Oam
Radio Venda - NgolwesiThathu
-9.3Oam

 11.35am (North Sotho) Radio Swazi - NgolwesiNe -2.OOpm
Radio Setswana - Ngolwesine -1O.3Oam
Radio Venda - NgolwesiThathu
-9.3Oam














Ugqirha Sipho

Gqirha endimthandciyo, Ndikufumanisa kunzima ukuhamba kuba amathanga am ayakhuhlana nto leyo ebangela ukurhawuzela kwesikhumba. Kubuhlungu. Ndithambise iintlobo-ntlobo zezithambiso kodwa akukho mahluko.
NdinguB.M., esoshanguve. Unobangela oqhelekileyo werhashalala phakathi kwamathanga ungenxa yokukhuhlana okubangelwa kukuba nomzimba omkhulu. Le rhashalala ide ibe mbi gqitha ngenxa yemozulu eshushu nefumileyo. Ukuba irhashalala ingenxa yokukhuhlana, inokupheliswa ngokusebenzisa icream yamadlala. Phofu ke, kwezinye iimeko irhashalala ibangelwa kukungunda, xa kunjalo kufuneka icream elwa nokungunda. Kanti ke khumbula ukuthi ukuwutha kusisisombululo esingakunceda umlibe.

Gqirha endimthandayo, Ndinesisu esibuhlungu, siyaqhina. Ndiwasebenzisa qho amayeza okurhuda kodwa ndinexhala lokuba anokuba yingozi. Enye ingxaki yam, kukulibala. Ndinama-30 eminyaka. Ndingalufumana phi unyango? NdinguLR., elusuthu. Akuphazami xa ucinga ngobungozi bokuwasebenzisa umlibe amayeza okurhuda. Kubalulekile ukusebenzisa iindlela zemvelo ukuze isisu singaqhini. Sela amanzi kakhulu, ebuncinaneni iiglasi zamanzi ezisibhozo ngemini (ingakumbi xa linyibilikis'amafuth'ehagu). Yitya ukutya okuneentsinga, njengesonka sengqolowa entlaka-ntlaka, irayisi emdaka ngebala, iAlbran flakes, ijungle Oats, isiqhamo okanye umfuno osandul ukukhiwa. Yenza imithambo qho. Xa kungancedi ndikucebisa ukuba ukhe uye kugqfrha akuxilonge. Ukuze ukhumbule ziqeqeshe kanti kwabanye abantu oku kufuna umzamo ogqithiseleyo kunabanye. Abanye banenkolo yokusebenzisa amayeza okanye okuneevithamin ukuze baphucule indlela abakhumbula ngayo kodwa oku kunjalo ingakumbi kwabo batya ukutya okungenazo izondlo eziyimfuneko.





UMCEBISI WAKWA BONA



Mcebisi WakwaBona, Ekutshateni kwam ndaba ngumama wabantwana ababini abangazalwa ndim bazalwa ngumyeni wam, yintombazana nenkwenkwe. Lo oyintombazana uyinkathazo. Undithatha njengotshaba lwakhe. Okubi kakhulu kukuba uyise uva ngaye; mna xa ndifuna into, umyeni wam uthi akanayo imali yayo. Kunzima ukuba ndimqeqeshe 10 mntwana. Undidelile, kanti uyise uba soloko emthethelela. Sekufike apho ndingasaziyo nokuba mandiqhubeke ndiyinyamezele le meko okanye ndimke kulo mzi. NguN.P., eDurban Ngelishwa, indlela abazali babumini abazama ngayo ukuzenza bamkeleke ebantwaneni isoloko ingamkelwa ngabantwana. Ekuzameni ukusombulula ingxaki yakho ucinge ngeendlela ezimbini kuphela Mandikucebise eyesithathu: TheTha nomyeni wakho ngomoya ophantsi wokungalwi.
Mxelele iingxciki onazo ngabantwana nokuthi uziva njani ngazo. Niya kuba nenze into yengqondo xa ninokukhe niye kufuna amacebiso kubantu abanamava Xa engafuni yena ukubaniye kucetyiswa, yiya nokuba uwedwa Kwiiofisi zeFAMSA okanye zeFamily Life niya kufumana abantu abayiqondayo imeko yenu abanokuninceda.

Mcebisi WakwaBona, Ndanyanzeleka ukuba ndikhe ndisiyeke isikolo ngenxa yokugula ngengqondo. Ndiphilile ngoku, ndiqhubeka nobomi bam njengangaphambili. Ndibuyele esikolweni, ndikwibanga leshumi. Ndakugqiba ukufunda ndinga ndingafundela ubutitshala okanye ubongikazi. Kodwa njengokuba umntu okhe wagula ngengqondo engathandwa ncam, uthi ndiza kwamkelwa nje kule misebenzi? NguP.M.M., KwaThema
Kunzima ukutsho. Kuya kuxhomekeka kuloo mntu uza kukuqesha nasekuthini wena ungawuthwala na umsebenzi lo. Ukuze wazi ukuba ungamkelwa ndikucebisa ukuba uthethe nomcebisi wabantu bezigulo zengqondo kuMbutho Wabagula Ngengqondo okufuphi kuwe. Uzakukunika impendulo enyanisekileyo

Mcebisi WakwaBona, Ndisebenze kwifama yenkuku iminyaka emininzi ndazuza ulwazi olwaneleyo kangangokuba ndingade ndiziqalele eyam ifama encinane yeenkuku. Kodwa andinayo imali yokuyiqalisa. Ndinokulufumana phi uncedo? NguS.M., eTzaneen

Ndikucebisa ukuba uye kwiiofisi zeSmall Business Development Corporation. Baza kukuxhobisa ngendlela yokuyiqalisa.



120 BONA XHOSA - June 1995

	ELINYWA E-MELIKA.Xa iinko zo zayo zalilukene imhlophekwaye ipheke ka nje kakuhle, uyaz ukubyeye-khwal i1hi i-xce elinywa me1ika1-rice elinywa e-Melika, sofoko icociwe,kwaye ayisafuni kuhlanjwa, okanye ikhethwe phambi kokuyipheka.l-rice elinywa e-Melikci, inoqoqosho kuba ikhukhumala kathathu kunomlinganiselo wayo xa iphekiwe, ngoko inlwana nje yenza lukhulu..l-rice elinywa e-Melika yiyona yelyisekayo kuzo zonke ii-carbo-hydrates, nto leyo eyenza ilungele iintsanci, abaniwana nabantu abadala. Bonke abantu bayciyonwabeki irayisi.l-rice elinywa e-Melika in9umthombo wcimandla ongumangaliso, kuba iqukethe ii-carbohydrates, u-vitamin B, ngokurijalo ne profini, i-calciumne-iron.Ngoko wazi kanjani ukuba n9ciwaphi amaamci emveliso akuphathele esulungekileyo neye-khwalithi i-rice elinywa e-Melika?Ukuba i-rayisi oyithengayo iphekeka kakuhle, yaye iinkozo zayo zahlukene, futhi imhlophe. Uyazi ukuba yeyekhwcilithi i-rayisi elinywa e-Melika.ATIrAtA11TA EKHWALITHI EPHAMBIIIIYERICE ASEBE1TZISA KUPHELA I-BICE

